Eksodus 11:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngokuqinisekileyo zonke izicaka zakho ziza kwehla zize kum ziqubude, zisithi, ‘Hamba, wena nabo bonke abantu abakulandelayo.’+ Emva koko ndiza kuhamba.” Watsho ephuma kuFaro evutha ngumsindo.
8 Ngokuqinisekileyo zonke izicaka zakho ziza kwehla zize kum ziqubude, zisithi, ‘Hamba, wena nabo bonke abantu abakulandelayo.’+ Emva koko ndiza kuhamba.” Watsho ephuma kuFaro evutha ngumsindo.