Eksodus 11:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UMoses noAron bayenza yonke le mimangaliso phambi koFaro,+ kodwa uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akawakhulula amaSirayeli elizweni lakhe.+
10 UMoses noAron bayenza yonke le mimangaliso phambi koFaro,+ kodwa uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akawakhulula amaSirayeli elizweni lakhe.+