Eksodus 12:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Thethani nebandla lonke lakwaSirayeli nithi, ‘Ngosuku lweshumi kule nyanga, ngamnye makazithathele igusha+ ngokwezindlu zootata benu, igusha ibe nye kwindlu nganye.
3 Thethani nebandla lonke lakwaSirayeli nithi, ‘Ngosuku lweshumi kule nyanga, ngamnye makazithathele igusha+ ngokwezindlu zootata benu, igusha ibe nye kwindlu nganye.