-
Eksodus 12:27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
27 nize nithi, ‘Ngumbingelelo wePasika owenzelwa uYehova, owadlulayo ezindlini zoonyana bakaSirayeli eYiputa, xa wayebetha amaYiputa ngesibetho, kodwa waziyeka izindlu zethu.’”
Emva koko abantu baqubuda.
-