Eksodus 12:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Ngoko nangoko uFaro wabiza uMoses noAron+ ngobusuku waza wathi: “Vukani, phumani phakathi kwabantu bam, wena namaSirayeli. Hambani niyokukhonza uYehova, ngokutsho kwenu.+
31 Ngoko nangoko uFaro wabiza uMoses noAron+ ngobusuku waza wathi: “Vukani, phumani phakathi kwabantu bam, wena namaSirayeli. Hambani niyokukhonza uYehova, ngokutsho kwenu.+