Eksodus 12:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Emva koko amaSirayeli emka eRameses+ aya eSukoti,+ amadoda ayi-600 000 ahamba ngeenyawo,* xa bengabalwa abantwana.+
37 Emva koko amaSirayeli emka eRameses+ aya eSukoti,+ amadoda ayi-600 000 ahamba ngeenyawo,* xa bengabalwa abantwana.+