IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:48
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 48 Ukuba kukho umntu wasemzini ohlala nawe ofuna ukubhiyozela iPasika ukuze azukise uYehova, makuqalwe koluswe wonke umntu oyindoda wendlu yakhe. Emva koko angasondela ukuze ayibhiyozele, kwaye uya kuba njengenzalelwane yelizwe. Kodwa akakho umntu ongolukanga omele awutye umbingelelo wePasika.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share