Eksodus 13:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UMoses wathi ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe ngesandla esinamandla.+ Ngoko mayingatyiwa into enegwele.
3 UMoses wathi ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe ngesandla esinamandla.+ Ngoko mayingatyiwa into enegwele.