Eksodus 13:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Ukuba unyana wakho unokukubuza ngenye imini athi, ‘Uyenzela ntoni le nto?’ uze uthi kuye, ‘UYehova wasikhupha eYiputa endlini yobukhoboka, ngesandla esinamandla.+
14 “Ukuba unyana wakho unokukubuza ngenye imini athi, ‘Uyenzela ntoni le nto?’ uze uthi kuye, ‘UYehova wasikhupha eYiputa endlini yobukhoboka, ngesandla esinamandla.+