Eksodus 13:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+
19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+