Eksodus 14:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa, wawaleqa amaSirayeli, nangona ayemke elizweni ngomzimba ongenaxhala.*+
8 UYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa, wawaleqa amaSirayeli, nangona ayemke elizweni ngomzimba ongenaxhala.*+