Eksodus 14:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Emva koko ingelosi kaThixo wokwenene+ eyayihamba phambi kweqela lamaSirayeli yaya emva kwalo, nomqulu welifu owawuphambi kwalo waya emva kwalo.+
19 Emva koko ingelosi kaThixo wokwenene+ eyayihamba phambi kweqela lamaSirayeli yaya emva kwalo, nomqulu welifu owawuphambi kwalo waya emva kwalo.+