Eksodus 14:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Waba phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kwelinye icala waba lilifu elimnyama, waza kwelinye wakhanyisa.+ Ngoko elinye iqela alizange lisondele kwelinye ubusuku bonke.
20 Waba phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kwelinye icala waba lilifu elimnyama, waza kwelinye wakhanyisa.+ Ngoko elinye iqela alizange lisondele kwelinye ubusuku bonke.