Eksodus 15:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngelo xesha iinkosi zakwaEdom ziza koyika nyhani,Abalawuli abanamandla bakwaMowabhi baza kungcangcazela hayi nje kancinci.+Bonke abantu bakwaKanan baza kutyhafa iintliziyo.+
15 Ngelo xesha iinkosi zakwaEdom ziza koyika nyhani,Abalawuli abanamandla bakwaMowabhi baza kungcangcazela hayi nje kancinci.+Bonke abantu bakwaKanan baza kutyhafa iintliziyo.+