Eksodus 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UMiriyam wacula ephendula amadoda wathi: “Mculeleni uYehova, kuba uphakame kakhulu.+ Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+
21 UMiriyam wacula ephendula amadoda wathi: “Mculeleni uYehova, kuba uphakame kakhulu.+ Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+