Eksodus 15:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UMoses wakhala kuYehova,+ waza uYehova wambonisa umthi omncinci. Xa wawuphosa kuloo manzi, aba mnandi. Kwalapho, uThixo wababekela umthetho nento enokubenza bagwetywe, waza wabavavanya.+
25 UMoses wakhala kuYehova,+ waza uYehova wambonisa umthi omncinci. Xa wawuphosa kuloo manzi, aba mnandi. Kwalapho, uThixo wababekela umthetho nento enokubenza bagwetywe, waza wabavavanya.+