Eksodus 16:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “Ndizivile izikhalazo zamaSirayeli.+ Uze uthi kuwo, ‘Ngokuhlwa* niza kutya inyama nize kusasa nitye isonka nihluthe,+ kwaye ngokuqinisekileyo niza kundazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+
12 “Ndizivile izikhalazo zamaSirayeli.+ Uze uthi kuwo, ‘Ngokuhlwa* niza kutya inyama nize kusasa nitye isonka nihluthe,+ kwaye ngokuqinisekileyo niza kundazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+