Eksodus 16:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Athe akuzibona amaSirayeli, abuzana athi: “Yintoni le?” kuba ayengayazi ukuba yintoni. UMoses wathi kuwo: “Sisonka aninika sona uYehova ukuba nisitye.+
15 Athe akuzibona amaSirayeli, abuzana athi: “Yintoni le?” kuba ayengayazi ukuba yintoni. UMoses wathi kuwo: “Sisonka aninika sona uYehova ukuba nisitye.+