Eksodus 16:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 AmaSirayeli ayitya imana kangangeminyaka eyi-40.+ Ayitya ada ayokufika kwilizwe elinabantu.+ Ayitya ada ayokufika emdeni welizwe lakwaKanan.+
35 AmaSirayeli ayitya imana kangangeminyaka eyi-40.+ Ayitya ada ayokufika kwilizwe elinabantu.+ Ayitya ada ayokufika emdeni welizwe lakwaKanan.+