Eksodus 17:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYoshuwa wayenza yonke into awayeyixelelwe nguMoses,+ walwa nama-Amaleki. Yena uMoses, uAron noHure+ benyuka baya phezu kwenduli.
10 UYoshuwa wayenza yonke into awayeyixelelwe nguMoses,+ walwa nama-Amaleki. Yena uMoses, uAron noHure+ benyuka baya phezu kwenduli.