-
Eksodus 17:12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
12 Zathi zakudinwa izandla zikaMoses, bathatha ilitye, balibeka phantsi kwakhe, waza wahlala kulo. Emva koko uAron noHure bema macala bazixhasa izandla zakhe, zatsho zakwazi ukuhlala zomelele de kwatshona ilanga.
-