Eksodus 18:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ayewachophela amatyala abantu xa evela. Ityala elinzima ayelizisa kuMoses,+ kodwa onke amatyala amancinci ayewachophela.
26 Ayewachophela amatyala abantu xa evela. Ityala elinzima ayelizisa kuMoses,+ kodwa onke amatyala amancinci ayewachophela.