-
Eksodus 19:12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
12 Uze ubamisele imida abantu macala onke entaba, uthi kubo, ‘Lumkani, ninganyukeli entabeni, ningaqalisi kwaukunyathela kuyo. Nabani na othi cakatha unyawo kuloo ntaba, nakanjani na uza kubulawa.
-