Eksodus 19:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva koko uMoses wathi kuYehova: “Abantu abanakuyinyuka iNtaba YaseSinayi kuba sele usilumkisile wathi, ‘Yimisele imida intaba uze uyenze ngcwele.’”+
23 Emva koko uMoses wathi kuYehova: “Abantu abanakuyinyuka iNtaba YaseSinayi kuba sele usilumkisile wathi, ‘Yimisele imida intaba uze uyenze ngcwele.’”+