Eksodus 20:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 kodwa lona usuku lwesixhenxe luyisabatha kuYehova uThixo wakho. Awumelanga wenze nawuphi na umsebenzi, wena, unyana wakho, intombi yakho, ikhoboka lakho, ikhobokazana lakho, isilwanyana sakho sasekhaya kunye nomntu wasemzini ohlala kwakho.*+
10 kodwa lona usuku lwesixhenxe luyisabatha kuYehova uThixo wakho. Awumelanga wenze nawuphi na umsebenzi, wena, unyana wakho, intombi yakho, ikhoboka lakho, ikhobokazana lakho, isilwanyana sakho sasekhaya kunye nomntu wasemzini ohlala kwakho.*+