Eksodus 21:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Ukuba uthenga ikhoboka elingumHebhere,+ liya kuba likhoboka iminyaka emithandathu, kodwa kowesixhenxe liya kukhululwa yaye akukho nto liya kuyibhatala.+
2 “Ukuba uthenga ikhoboka elingumHebhere,+ liya kuba likhoboka iminyaka emithandathu, kodwa kowesixhenxe liya kukhululwa yaye akukho nto liya kuyibhatala.+