Eksodus 21:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ukuba inkosi yelo khobokazana ayaneliswa lilo kangangokuba ayilikhethi libe ngumfazi wayo,* kodwa isuke ifune ukulithengisa komnye umntu,* ayinalungelo lokulithengisa kubantu basemzini, kuba ilenzele amaqhinga.
8 Ukuba inkosi yelo khobokazana ayaneliswa lilo kangangokuba ayilikhethi libe ngumfazi wayo,* kodwa isuke ifune ukulithengisa komnye umntu,* ayinalungelo lokulithengisa kubantu basemzini, kuba ilenzele amaqhinga.