Eksodus 21:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 umnikazi womngxuma umele abhatale.+ Uya kubhatala ixabiso leso silwanyana kumnikazi waso, yaye eso silwanyana sifileyo siya kuba sesakhe.
34 umnikazi womngxuma umele abhatale.+ Uya kubhatala ixabiso leso silwanyana kumnikazi waso, yaye eso silwanyana sifileyo siya kuba sesakhe.