Eksodus 22:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “Ukuba umntu ube inkunzi yenkomo okanye igusha waza wayixhela okanye wayithengisa, makayibhatale loo nkunzi yenkomo ngeenkomo ezintlanu, abhatale loo gusha ngeegusha ezine.+
22 “Ukuba umntu ube inkunzi yenkomo okanye igusha waza wayixhela okanye wayithengisa, makayibhatale loo nkunzi yenkomo ngeenkomo ezintlanu, abhatale loo gusha ngeegusha ezine.+