Eksodus 22:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Ukuba umntu unika ummelwane wakhe imali okanye umgcinisa impahla, zize zibiwe endlini yaloo mntu, lize elo sela lifunyanwe, limele libhatele ngokuphindwe kabini.+
7 “Ukuba umntu unika ummelwane wakhe imali okanye umgcinisa impahla, zize zibiwe endlini yaloo mntu, lize elo sela lifunyanwe, limele libhatele ngokuphindwe kabini.+