Eksodus 22:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kuba ikuphela kwento anayo yokwambatha, into yakhe yokunxiba. Uza kulala ngantoni ke?+ Ukuba uye wandikhalela, ngokuqinisekileyo ndiza kusiva isikhalo sakhe, kuba ndinovelwano.*+ Eksodus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:27 IMboniselo(Efundwayo),9/2017, iphe. 9
27 Kuba ikuphela kwento anayo yokwambatha, into yakhe yokunxiba. Uza kulala ngantoni ke?+ Ukuba uye wandikhalela, ngokuqinisekileyo ndiza kusiva isikhalo sakhe, kuba ndinovelwano.*+