Eksodus 23:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Hambela kude kwizityholo zobuxoki,* yaye uze ungababulali abantu abamsulwa nabangamalungisa, kuba soze ndithi umenzi-bubi lilungisa.*+
7 “Hambela kude kwizityholo zobuxoki,* yaye uze ungababulali abantu abamsulwa nabangamalungisa, kuba soze ndithi umenzi-bubi lilungisa.*+