Eksodus 28:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Imele ibe sebunzi kuAron, kwaye uAron uza kuphendula xa kukho umntu ongaziphathi kakuhle izinto ezingcwele,+ zinto ezo amaSirayeli azingcwalisayo xa ezinikela njengezipho ezingcwele. Imele ihlale isebunzini lakhe, ukuze athandwe nguYehova.
38 Imele ibe sebunzi kuAron, kwaye uAron uza kuphendula xa kukho umntu ongaziphathi kakuhle izinto ezingcwele,+ zinto ezo amaSirayeli azingcwalisayo xa ezinikela njengezipho ezingcwele. Imele ihlale isebunzini lakhe, ukuze athandwe nguYehova.