Eksodus 28:43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Ezi mpahla zimele zinxitywe nguAron noonyana bakhe xa bengena ententeni yokuhlangana okanye besondela esibingelelweni, bezokusebenza endaweni engcwele ukuze bangabi natyala baze bafe. Lo ngumthetho oza kuhlala usebenza kuye nakwinzala* yakhe.
43 Ezi mpahla zimele zinxitywe nguAron noonyana bakhe xa bengena ententeni yokuhlangana okanye besondela esibingelelweni, bezokusebenza endaweni engcwele ukuze bangabi natyala baze bafe. Lo ngumthetho oza kuhlala usebenza kuye nakwinzala* yakhe.