Eksodus 29:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Yinqunqe, uhlambe amathumbu ayo namanqina ayo,+ uze uziqokelele ndawonye ezo ndawo zayo uzinqunqileyo kunye nentloko.
17 Yinqunqe, uhlambe amathumbu ayo namanqina ayo,+ uze uziqokelele ndawonye ezo ndawo zayo uzinqunqileyo kunye nentloko.