28 Mayibe yeka-Aron noonyana bakhe. Lowo ngumthetho omele uthotyelwe ngamaSirayeli ngonaphakade, kuba le nyama isisabelo esingcwele ibe iza kuba sisabelo esingcwele esikhutshwa ngamaSirayeli.+ Yinyama engcwele ayinika uYehova xa enikela imibingelelo yawo yobuhlobo.+