Eksodus 29:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 UAron noonyana bakhe baza kuyitya+ loo nyama kunye nesonka esikwibhaskithi ekumnyango wentente yokuhlangana.
32 UAron noonyana bakhe baza kuyitya+ loo nyama kunye nesonka esikwibhaskithi ekumnyango wentente yokuhlangana.