Eksodus 29:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Lo mnikelo utshiswayo umele uhlale usenziwa, kuzo zonke izizukulwana zenu, wenziwe ngasemnyangweni wentente yokuhlangana phambi koYehova, apho ndiya kuzibonakalisa khona kuni ukuze ndithethe nani.+
42 Lo mnikelo utshiswayo umele uhlale usenziwa, kuzo zonke izizukulwana zenu, wenziwe ngasemnyangweni wentente yokuhlangana phambi koYehova, apho ndiya kuzibonakalisa khona kuni ukuze ndithethe nani.+