Eksodus 30:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kwakhona, uAron uza kutshisa isiqhumiso esiqholiweyo xa ezokukhanyisa ngokuhlwa.* Lowo iza kuba ngumnikelo wesiqhumiso owenziwa qho phambi koYehova zizo zonke izizukulwana zenu.
8 Kwakhona, uAron uza kutshisa isiqhumiso esiqholiweyo xa ezokukhanyisa ngokuhlwa.* Lowo iza kuba ngumnikelo wesiqhumiso owenziwa qho phambi koYehova zizo zonke izizukulwana zenu.