Eksodus 31:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndikhethe nomntu oza kumncedisa, uOholiyabhi+ unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan. Ndibenza babe neentliziyo ezilumkileyo bonke abantu abangamachule* ukuze benze zonke ezi zinto ndikuyalela zona:+
6 Ndikhethe nomntu oza kumncedisa, uOholiyabhi+ unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan. Ndibenza babe neentliziyo ezilumkileyo bonke abantu abangamachule* ukuze benze zonke ezi zinto ndikuyalela zona:+