Eksodus 31:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Nimele niyigcine iSabatha, kuba ingcwele kuni.+ Nabani na oyingcolisayo umele abulawe. Ukuba kukho nabani na oye wasebenza ngeSabatha, loo mntu* umele abulawe.+
14 Nimele niyigcine iSabatha, kuba ingcwele kuni.+ Nabani na oyingcolisayo umele abulawe. Ukuba kukho nabani na oye wasebenza ngeSabatha, loo mntu* umele abulawe.+