32 Kuthe kusenjalo, abantu babona ukuba lide eli xesha uMoses engade ehle entabeni.+ Ngoko baqokelelana baya kuAron, bathi kuye: “Phakama, senzele uthixo oza kuhamba phambi kwethu,+ kuba asazi ukuba kwenzeke ntoni kulo Moses, indoda eyasikhupha kwilizwe laseYiputa.”