Eksodus 32:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UAron wathi kubo: “Thathani amacici egolide+ asezindlebeni zabafazi benu, nezoonyana benu, nezeentombi zenu, niwazise kum.”
2 UAron wathi kubo: “Thathani amacici egolide+ asezindlebeni zabafazi benu, nezoonyana benu, nezeentombi zenu, niwazise kum.”