Eksodus 32:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Akusondela enkampini uMoses waza wabona ithole lenkomo+ nabantu bedanisa, wacaphuka kakhulu waza wawagadlela phantsi loo macwecwe wayewaphethe, aphuka aziingceba emazantsi entaba.+
19 Akusondela enkampini uMoses waza wabona ithole lenkomo+ nabantu bedanisa, wacaphuka kakhulu waza wawagadlela phantsi loo macwecwe wayewaphethe, aphuka aziingceba emazantsi entaba.+