Eksodus 32:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Emva koko uMoses wema egeyithini yenkampu, wathi: “Ngubani ongakuYehova? Makeze kum!”+ Bonke abaLevi baqokelelana ngakuye.
26 Emva koko uMoses wema egeyithini yenkampu, wathi: “Ngubani ongakuYehova? Makeze kum!”+ Bonke abaLevi baqokelelana ngakuye.