Eksodus 32:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Wathi kubo: “Uthi uYehova uThixo kaSirayeli, ‘Ngamnye wenu makabhinqe ikrele lakhe. Yityhutyheni yonke le nkampu, ningene kuyo yonke iminyango nize nibulale ngamnye umntakwabo, ummelwane wakhe, nesihlobo sakhe esisondeleyo.’”+
27 Wathi kubo: “Uthi uYehova uThixo kaSirayeli, ‘Ngamnye wenu makabhinqe ikrele lakhe. Yityhutyheni yonke le nkampu, ningene kuyo yonke iminyango nize nibulale ngamnye umntakwabo, ummelwane wakhe, nesihlobo sakhe esisondeleyo.’”+