Eksodus 32:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Wena hamba, ukhokele aba abantu, ubase kulaa ndawo endandithethe ngayo kuwe. Jonga! Ingelosi yam iza kuhamba phambi kwakho.+ Kuza kuthi ke ngosuku endiza kubaphendulisa ngalo, ndibohlwaye ngenxa yesono sabo.”
34 Wena hamba, ukhokele aba abantu, ubase kulaa ndawo endandithethe ngayo kuwe. Jonga! Ingelosi yam iza kuhamba phambi kwakho.+ Kuza kuthi ke ngosuku endiza kubaphendulisa ngalo, ndibohlwaye ngenxa yesono sabo.”