Eksodus 33:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UYehova wathi kuMoses: “Hamba apha nabantu owabakhupha kwilizwe laseYiputa. Yiyani kwilizwe endafunga ngalo kuAbraham, uIsake noYakobi, ndathi, ‘Ndiza kulinika inzala* yakho.’+
33 UYehova wathi kuMoses: “Hamba apha nabantu owabakhupha kwilizwe laseYiputa. Yiyani kwilizwe endafunga ngalo kuAbraham, uIsake noYakobi, ndathi, ‘Ndiza kulinika inzala* yakho.’+