Eksodus 33:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UYehova wathi kuMoses: “Yithi kumaSirayeli, ‘Nisisizwana esinenkani.*+ Ukuba ndingahamba nani nje umzuzwana, ndinganitshabalalisa.+ Ngoko ke hlalani nizikhulule izihombo zenu ngoxa ndisagqiba ngento emandiyenze ngani.’”
5 UYehova wathi kuMoses: “Yithi kumaSirayeli, ‘Nisisizwana esinenkani.*+ Ukuba ndingahamba nani nje umzuzwana, ndinganitshabalalisa.+ Ngoko ke hlalani nizikhulule izihombo zenu ngoxa ndisagqiba ngento emandiyenze ngani.’”