Eksodus 33:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UMoses wayifudusa intente yakhe, wayokuyibeka kude nenkampu, wayibiza ngokuba yintente yokuhlangana. Wonke umntu owayefuna ukubuza kuYehova+ wayephuma aye kwintente yokuhlangana, eyayingaphandle kwenkampu.
7 UMoses wayifudusa intente yakhe, wayokuyibeka kude nenkampu, wayibiza ngokuba yintente yokuhlangana. Wonke umntu owayefuna ukubuza kuYehova+ wayephuma aye kwintente yokuhlangana, eyayingaphandle kwenkampu.